Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Izikronike 15:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waza uDavide wathi, Mayingathwalwa ityeya kaThixo ngabangebaLevi; ngokuba unyulé bona uYehova ukuba bayithwale ityeya kaThixo, bamlungiselele ngonaphakade.

funda isahluko epheleleyo 1 Izikronike 15

imbono 1 Izikronike 15:2 kwimeko