Testamente Endala

Testamente Entsha

Umsebenzi Wabathunywa 8:3 Ibhayibhile (XHO96)

Kwangelo lixa uSawule yena wazama ukulitshabalalisa ibandla, engena kwiminyango ngeminyango, ebarhuqa abakholwayo, amadoda kwanabafazi, ebavalela entolongweni.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 8

imbono Umsebenzi Wabathunywa 8:3 kwimeko