Testamente Endala

Testamente Entsha

Umsebenzi Wabathunywa 15:3 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku lakuba libandulule ibandla, bacanda kwelaseFenike nelaseSamariya, behamba bebalisa ngokuguquka kweentlanga; iindaba ke ezo ezawavuyisa kakhulu amakholwa.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 15

imbono Umsebenzi Wabathunywa 15:3 kwimeko