Testamente Endala

Testamente Entsha

Umsebenzi Wabathunywa 13:17 Ibhayibhile (XHO96)

UThixo lo unqulwa ngamaSirayeli nguye owanyula ookhokho bethu, wawenza amaSirayeli asisizwe esikhulu ngexesha ayengabaphambukeli kwelaseJiputa. Nguye owawakhupha ngamandla angummangaliso amaSirayeli eJiputa.

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 13

imbono Umsebenzi Wabathunywa 13:17 kwimeko