Testamente Endala

Testamente Entsha

Umsebenzi Wabathunywa 1:21-22 Ibhayibhile (XHO96)

“Ngoko ke, makubekho enye indoda ethatha indawo yakhe. Kufuneka ibe ngumntu obesoloko ekunye nathi ngalo lonke elaa xesha iNkosi yayijikeleza phakathi kwethu; umntu owayekho ukususela kanye ngelaa xesha uYohane wayebhaptiza, kude kuze kuthi gaa ngomhla wonyuko. Nguloo mntu ke onokungqina kunye nathi ngokuvuka kweNkosi yethu.”

funda isahluko epheleleyo Umsebenzi Wabathunywa 1

imbono Umsebenzi Wabathunywa 1:21-22 kwimeko