Testamente Endala

Testamente Entsha

Uluka 12:28 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuba ke uThixo wenjenje ukuyambesa ingca, yona isendle namhlanje, ize ngomso iphoswe eziko, wobeka phi na ukunambesa nina, bantundini balukholo luncinane!

funda isahluko epheleleyo Uluka 12

imbono Uluka 12:28 kwimeko