Testamente Endala

Testamente Entsha

Kwabaseroma 14:3 Ibhayibhile (XHO96)

Lowo utya konke makangamdeli ozila ukutya okuthile, nalowo uzila ukutya okuthile makangamgwebi otya konke, kuba uThixo umamkele.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 14

imbono Kwabaseroma 14:3 kwimeko