Kwakhona ekuyiziseni kwakhe ehlabathini inkulu yakhe uThixo wathi:“Mazinqule yena zonke izithunywa zikaThixo.”