Testamente Endala

Testamente Entsha

Kumahebhere 1:5 Ibhayibhile (XHO96)

UThixo akukho sithunywa wakha wathi kuso:“UnguNyana wam wena,ndikuzele namhlanje;”engazange atsho nokuthi:“Ndiya kuba nguYise,yena abe nguNyana wam.”

funda isahluko epheleleyo Kumahebhere 1

imbono Kumahebhere 1:5 kwimeko