Isithunywa esasithetha nam sasiphethe induku yegolide yokulinganisa. Sasiza kulinganisa ngayo ubukhulu besixeko, amasango, neendonga zaso.