Iindonga zesixeko zazimi phezu kweziseko zamatye alishumi elinambini. Ilitye ngalinye lalinegama *lomthunywa ngamnye kubathunywa beXhwane abalishumi elinambini.