Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kutimoti 1:16 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa kungenxa yesi sizathu kanye ukuba uThixo andenzele inceba, ukuze umonde kaKrestu Yesu ubonakale ngokupheleleyo ngam. Undibizile, nangona ndingobalaseleyo nje umoni, ukuze ndibe ngumzekelo kubo bonke abasaza kukholwa kuye bafumane obona bomi bungenasiphelo.

funda isahluko epheleleyo 1 Kutimoti 1

imbono 1 Kutimoti 1:16 kwimeko