Testamente Endala

Testamente Entsha

Uzakariya 5:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Ndithe ndakukhangela ndabona nanko umqulu uphaphazela.

2. Isithunywa sandibuza sathi: “Ubona ntoni?”Ke mna ndithe: “Ndibona umqulu ophaphazelayo. Umalunga neemitha ezilithoba ubude, neemitha ezine ezinesiqingatha ububanzi.”

3. Saza sathi kum: “Esi sisiqalekiso esijinga phezu kwawo wonke umhlaba. Kwelinye icala kubhalwe kwathiwa wonke umntu olisela uza kugxothwa angabikho. Kanti ke kwelinye kuthiwa wonke umntu ofunga exoka uza kugxothwa angabikho.

funda isahluko epheleleyo Uzakariya 5