*UNdikhoyo onamandla onke uthi:“Vuka, krelendini!Vukelana nomalusi wam,nditsho lo mfo usondeleyo kum.Ewe, bulala umalusi;iigusha ziya kuchithakala.Ke mna ndosisa isandla sam ngaphezu kwezincinane.”