Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyoshuwa 16:8 Ibhayibhile (XHO96)

Apho umda wawucanda ngasentshonalanga ukusuka ngaseTapuwa, ubheke kwintlambo iKana, uye kuma ngolwandle. Nguwo ke lowo umhlaba owaba lilifa lezindlu zesizwe sakwaEfrayim.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 16

imbono Uyoshuwa 16:8 kwimeko