Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyoshuwa 16:10 Ibhayibhile (XHO96)

Abazange bawagxothe amaKanana awayemi eGezere. Ahlala ke namaEfrayim kwada kwakaloku amaKanana, kodwa ênza umsebenzi ngokunyanzelwa.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 16

imbono Uyoshuwa 16:10 kwimeko