Testamente Endala

Testamente Entsha

Uyobi 35:10-16 Ibhayibhile (XHO96)

10. Kodwa yinqaba ukubhenela kuThixo uMdali waboozisa ithemba xa sukuba lixubayele.

11. Nguye osinika ulwazi kunezilwanyana;yena usenza silumke kuneentaka.

12. Abantu noba sebekhala, uThixo akaphenduli,kuba abakhohlakeleyo bathiwe lwale likratshi.

13. Inene, uThixo akangeke awaphulaphule amampunge;uSomandla akawasi so tu.

14. Kunjalo maxa usithi akumboni uThixo,usithi umcimbi wakho uphambi kwakhe,usithi ulinde yena,

15. naxa uthi uThixo akacaphuki ohlwaye,usithi akasihoyi isono.

16. Ke uYobi uthetha amampunge,wenza umlembelele engenalwazi.”

funda isahluko epheleleyo Uyobi 35