Ewe, ndiya kumbona ngala wam amehlo,indim, ingenguye wumbi.Loo nto ndiyilangazelela ngomxhelo wam wonke.