“Ngaloo mini wena wema bhuxengeli xesha utshaba luthath' ubutyebi.Iintlanga zangena emasangweni,zenza *amaqashiso ngeJerusalem,suka wena waba njengomnye wazo.