Ngenxa yobundlobongela obenze kumntakwenu,nditsho umninawe wakho onguYakobi,ihlazo liya kukugubungela,utshatyalaliswe ngonaphakade.”