Testamente Endala

Testamente Entsha

Unehemiya 3:30 Ibhayibhile (XHO96)

Wayelandelwa nguHananiya unyana kaShelemiya noHanun unyana wesithandathu kaZalafi belungisa enye indawo. Ngakubo yayinguMeshulam unyana kaBherekiya esakha malunga nendawo awayehlala kuyo,

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 3

imbono Unehemiya 3:30 kwimeko