“Kwanjengokuba kubhaliwe emthethweni amazibulo ezindlu zethu, aweenkomo zethu, awemfuyo enkulu nemfutshane, xa ewonke siya kuwazisa endlwini kaThixo wethu, kubabingeleli abasebenza kuyo.