Testamente Endala

Testamente Entsha

Unehemiya 10:1-4 Ibhayibhile (XHO96)

1. Owokuqala ukusayina isivumelwano ibingumlawuli uNehemiya unyana kaHakaliya, emva koko yaba nguZedekiya.

2. Basayina ke naba: ababingeleli:uSeraya noAzariya noJeremiya,

3. uPashure noAmariya noMalekiya,

4. uHatushe noShebhaniya noMaluki,

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 10