Testamente Endala

Testamente Entsha

Unehemiya 10:1 Ibhayibhile (XHO96)

Owokuqala ukusayina isivumelwano ibingumlawuli uNehemiya unyana kaHakaliya, emva koko yaba nguZedekiya.

funda isahluko epheleleyo Unehemiya 10

imbono Unehemiya 10:1 kwimeko