Khawutsho ke, sithandwa sam,ngaba walusela phi kakade?Ziphumla phi iigusha zakho emini?Ngani ukuba ndibe ngogqubutheleyondikufune phakathi kwemihlambi yezihlobo zakho?