Ndingade ndibe ngunomdakazana kodwa noko ke sukundidela;ndifiphele nje kungenxa yelanga.Oonyana bakama basuka bandiqumbela,baza bandenza umgcini wesidiliya,ndaza mna siqu ndaziyekelela.