Testamente Endala

Testamente Entsha

Ujoweli 3:19-21 Ibhayibhile (XHO96)

19. IJiputa yojika ibe yintlango,iEdom ibe yinkangala ebharhileyo,kuba zisuke zamgonyamela uJuda,ezweni lakhe zaphalaza igazi elingenatyala.

20. UJuda uya kumiwa naphakade,iJerusalem imiwe zizizukulwana ngezizukulwana.

21. Ityala labo legazi endilibambileyo mna ndiya kulixolela.”Kaloku uNdikhoyo umi eZiyon.

funda isahluko epheleleyo Ujoweli 3