IJiputa yojika ibe yintlango,iEdom ibe yinkangala ebharhileyo,kuba zisuke zamgonyamela uJuda,ezweni lakhe zaphalaza igazi elingenatyala.