Testamente Endala

Testamente Entsha

Ujoweli 1:7 Ibhayibhile (XHO96)

Isidiliya sam usibhuqe bhuqiyane,imithi yam yomkhiwane wayitshabalalisa.Ewe, uyixoze wada wayixobula,wageqa noomaxolo ejuba phaya.Ewe, iziphunzi zasala zimhlophe wee.

funda isahluko epheleleyo Ujoweli 1

imbono Ujoweli 1:7 kwimeko