Kaloku eli lizwe lihlaselwe ngumkhosi;ewe, ziingwanyalala eziyinyambalala.Ngenene zizinto ezimazinyo angxavula okwengonyama.Ngonyamakazi yakwabani emabamba anje?