Testamente Endala

Testamente Entsha

Ujona 3:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku uThixo wasibona isenzo sabo nokwahlukana kwabo neendlela zabo ezimbi. Ngoko ke uThixo wayijika ingqondo yakhe, akabi sabatshabalalisa njengoko wayezimisele.

funda isahluko epheleleyo Ujona 3

imbono Ujona 3:10 kwimeko