Inene, umi phakathi kwabantu abakhohlisayo;ngenkohliso yabo abavumi ukundazi.”Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.