Umtyedi wesaphetha akayi kuba nako ukudubula ngetolo,angabi naxesha lakuqhayisa ngezambatho zokuzikhusela.Musani ukuwayeka asinde amadodana ayo;wutshabalalise ngokupheleleyo umkhosi wayo.