Babedliwa ngabo bonke ababafumanayo;iintshaba zabo zazisithi: ‘Asinatyala.Kaloku bamonile uNdikhoyo,yena olidlelo lenene,yena Ndikhoyo ithemba looyise.’