“Abantu bam bâba ziigusha ezilahlekileyo;balahlekisiwe ngabelusi babo,babhadula ezintabeni,bajikeleza iintaba neenduli,bayilibala indawo yabo yokuphumla.