“Yenza isijwili, wena Heshbhon,kuba iAyi ibhuqiwe.Khalani, zilali zaseRabha;bhinqani ezirhwexayo nizile.Zula-zulani nididekile,kuba uMilikom uya kuthinjwa,nditsho yena kunye nababingeleli neziphathamandla zakhe.