Kambe ke, nguwo lo umlomo kaNdikhoyo:“Niyabona, iyeza imihlaendiya kuyihlabela umkhosi iRabha yama-Amon.Iya kuba yimfumba yamabhodlo,iilali zayo zitshiswe ngomlilo.Ewe, uSirayeli uya kubagxotha abo babemgxothile.”Utsho uNdikhoyo.