Nqwa nokubhukuqwa kweSodom neGomora needolophu ezingqongileyokuya kuba njalo ukubhukuqwa kwelamaEdom –akuyi kuba sabakho bani uhlala khona,kungabikho kwamphambukeli apho.”Utsho uNdikhoyo.