Umtshabalalisi uza kuzifikela zonke iidolophu,kungasindi nanye.Intili yoba ngumqwebedu,ithafa lona lonakaliswe,njengoko watshoyo uNdikhoyo.