Ngenxa yokuba uthembele ngamandla nobutyebi bakho nawe uza kubanjwa,aze uthixo wakho uKemoshe athinjwe,yena kunye nababingeleli namagosa akhe.