“Iimbacu zema emathunzini eHeshbhon zityhafile,kuba kusuke kwaqhambuka umlilo kuloo Heshbhon.Kulenya amadangatye kwaSihon;atshisa ibunzi labakwaMowabhi,nokhakayi lwabaqhankqalazi abenza ingxolo.