“Obaleka ngenxa yokunkwantya weyela emhadini;ophuma emhadini, ubanjiswa ngumgibe.Konke oko ndiza kukuhlisela uMowabhi ngonyaka wokumohlwaya kwam.”Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.