Likho ithemba ngekamva lakho,”lowo ngumlomo kaNdikhoyo,“kuba abantwana bakho baza kubuyela kwelokuzalwa.