Utsho ke uNdikhoyo ukuthi:“Ngxe, yeka ukulila!Musa ukuba nyembezana.Inkxamleko yakho iza kuvuzwa.”Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.“Abantwana bakho bobuya kwilizwe lotshaba.