Ababingeleli ababuzanga bathi: ‘Uphi na uNdikhoyo?’Abaphathiswa-mthetho abandazanga,abelusi bandivukela,nabashumayeli bashumayela benefuthe likaBhali,balandela *oothixo abangancedi lutho.”