Ndanisa kumhlaba wendyebo,ukuze nixhamle iziqhamo nentlutha yawo.Koko nina nithe nakufika nawuxabhela umhlaba wam,nalitsho lanezothe ilifa endininike lona.