Testamente Endala

Testamente Entsha

Ujeremiya 19:15 Ibhayibhile (XHO96)

“UNdikhoyo uSomandla-onke onguThixo kaSirayeli utsho ukuthi: ‘Niyabona, esi sixeko kunye neelali zaso ndiza kusihlisela yonke intlekele endakha ndathetha ngayo, kuba kaloku abantu balapha baneenkani, abafuni kuliphulaphula ilizwi lam.’ ”

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 19

imbono Ujeremiya 19:15 kwimeko