Koda kube nini uzilile umhlaba?Koda kube nini itshile ingca emadlelweni?Izilwanyana neentaka ziyafa ngenxa yenkohlakalo yabantu bakowethu.Kanti bathi: “UThixo akasazi isiphelo sethu.”