Ke wena, Ndikhoyo, uyandibona;uyazigocagoca iingcamango zam ngawe.Barhuqe abantu abagwenxa, baxele iigusha eziya kuxhelwa.Bakhethele bucala, ide ifike imini yokubulawa.