Baya kuhlwayela ingqolowa, bavune ameva.Baza kufumana babulaleke, kodwa bangazuzi lutho.Ngenxa yobushushu bengqumbo kaNdikhoyo niya kuba nesivuno esidanisayo.”